Genesis 38:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayebona apo u‐Juda intombi yendoda engum‐Kanane, egama lalingu‐Shuha; waza wamzeka, wangena kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYuda wabona khona intombi yendoda engumKanan, egama linguShuwa; wayizeka, wayingena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYuda wabona khona intombi yendoda engumKanan, egama linguShuwa; Wamthatha wamngena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJuda wabona apho intombi yomKanana ogama linguShuwa. Wayithatha yaba ngumkakhe,