Genesis 38:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wabuyela ku‐Juda, wati: Andingemfumane; kanjalo nabantu balondawo bati: Akwabiko apa umpinyiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sabuyela kuYuda sathi, Andilifumananga; nabo abantu baloo ndawo bathe, Akubangakho ng awukazi apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuyela kuYuda, wathi, Andimfumananga; athi ke amadoda aloo ndawo, Akuhenyuzi kule ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuyela kuJuda, wathi: “Andimfumananga; yaye namadoda alapho athi akuzange kubekho henyukazi apho.”