Genesis 38:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Juda: Makazitabatele sona, hleze sihlaziswe; bona ke, ndatuma elitakane, kanti wena akumfumananga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYuda, Malizithabathe, hleze sidelwe. Yabona, ndithumele eli takane, ke wena akulifumananga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYuda, Makazithabathele, ukuze singadani; yabonani, ndimthume lo mntwana, animfumana;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uJuda: “Akukho nto; masezihlala kuye ezo zinto zam. Nto nje andifuni kuba yintlekisa ebantwini. Kambe mna ndilingile ukuhlawula, kodwa lona ihenyukazi alifumaneki.”