Genesis 38:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, sekunyanga zanga zintatu, kwaxelwa ku‐Juda ngokuti: Wenzile umbulo u‐Tamare, umolokazana wako; nakanjako, bona ke, umiti ngombulo. Waza wati u‐Juda: Mvelise, atshiswe!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa, UTamare, umolokazana wakho, uhenyuzile; kananjalo, yabona, umithi ngokuhenyuza oko. UYuda wathi, Mkhupheni atshiswe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ekupheleni kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda, kwathiwa, uTamare, umolokazana wakho, ukrexezile; yabona, ukhawule ekrexeza; Wathi uYuda, Mkhupheni, atshiswe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kweenyanga ezintathu waxelelwa uJuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho ubeziphethe kakubi, ngoku ke umithi.” UJuda wathi: “Mkhupheleni ngaphandle, atshiswe ngomlilo ade afe.”