Genesis 38:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, ngexesha lokuba azale, nanga amawele esizalweni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ngexesha lokuzala kwakhe, nanku ingamawele esizalweni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi akuzala, wabona amawele esizalweni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe xa kusondela ilixa lokubeleka, kwabonakala ukuba wayeza kuzala amawele.