Genesis 38:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wamita, wazala unyana; waye u‐Juda wambiza ngegama elingu‐Here.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yamitha, yazala unyana; wathi igama lakhe nguEre.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamitha, wazala unyana; Wathi igama lakhe nguEre.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yazala inkwenkwe ekwathiwa nguEre igama layo.