Genesis 38:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati kamva, wapuma umkuluwe wake, lowo lube lupezu kwesandla sake usinga olubomvu: kwaye kubizwa igama lake ngo‐Zera.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emva koko, kwaphuma umzalwana walo, obenosinga olubomvu esandleni sakhe; wathiywa igama lokuba nguZera.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni koko, waphuma umninawa wakhe, ephethe inundu ebomvu ngesandla, wathi yena nguSarage.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena umntakwabo wavela enalaa msonto ubomvu, kwathiwa yena nguZera.