Genesis 38:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wamita, wazala unyana, wambiza ngegama elingu‐Onane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabuya yamitha, yazala unyana; yathi igama lakhe nguOnan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wamitha, wazala unyana; Wathi igama lakhe nguOnan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphinde wazala enye inkwenkwe, kwathiwa igama layo nguOnan.