Genesis 38:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Juda wati ku‐Onane: Ngena emfazini womkuluwe wako, umzeke egameni lake, uze umvusele umkuluwe wako inzalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYuda wathi kuOnan, Yiya kumfazi womkhuluwa wakho, umngene, umvelisele imbewu umkhuluwa wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYuda kuOnan, Yiya nomfazi womntakwenu, umngene, umzalele umntakwenu abantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJuda uthe uOnan, umninawa kaEre, makadibane nomka-mkhuluwa wakhe, khon' ukuze azalele umkhuluwa wakhe abantwana ngokwesiko.