Genesis 39:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, akuteta no‐Josefe imihla ngemihla, akampulapulanga noko ukuba alale ngakuye, nokuba abe ndawonye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, nakuba ebethetha kuYosefu imihla ngemihla, akamphulaphula yena ukuba alale ecaleni lakhe, nokuthi abe naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ethetha noYosefu imihla ngemihla, akamphulaphula uYosefu ukuba alale naye, nokuba abe naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naxa wazingayo lo mfazi ukucela isondo kuJosefu mihla le, uJosefu yena wala ukuyenza loo nto.