Genesis 39:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wambamba ngengubo yake, esiti: Uz’ undilale! Koko washiya ingubo yake esandleni sake, wabaleka, wapuma ngapandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wambamba ngengubo wathi, Ndilale. Wayishiya ingubo yakhe esandleni sakhe, wabaleka, waphumela phandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wambamba ngengubo, wathi, Lala nam; wayishiya ingubo yakhe esandleni sakhe, wabaleka, wamkhuphela phandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umka-Potifare wambamba, emtsala ngengubo, wathi: “Yiza kaloku!” Kodwa waphuncula uJosefu, wabalekela ngaphandle, washiya loo ngubo yakhe eyiphethe ngesandla loo mfazi.