Genesis 39:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza inkosi ka‐Josefe yamtabata, yamfaka entolongweni, endaweni ababanjwa bokumkani babebanjelwe kuyo: wayekona ke entolongweni apo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inkosi kaYosefu yamthabatha, yamfaka entolongweni, kuloo ndawo apho amakhonkxwa okumkani abekhonkxwa khona, waba sentolongweni apho ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani kaYosefu wamthabatha, wamfaka entolongweni, endaweni abekhonkxwa kuyo amabanjwa okumkani; waye entolongweni apho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wathi uJosefu makabanjwe, avalelwe entolongweni ekwakuvalelwa kuyo amabanjwa kakumkani. Wahlala apho.