Genesis 39:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yabishiya konke inako esandleni sika‐Josefe; yayingayazi nanto ebi kuye, kupela isonka eyasityayo. Kekaloku u‐Josefe ubemhle isimilo sake, wamhle nokubonakala kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinto ebinazo yaziyekela esandleni sikaYosefu, ayakhathalela nanye into ebikuye, ingesiso isonka esidlayo. Ke uYosefu ebemhle isiqu, emhle imbonakalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke izinto ebinazo wazishiya esandleni sikaYosefu; ubengayazi ke into abeza kuyifumana, ingesiso isonka esidlileyo. Yaye uYosefu wayeyinzwana, indoda enomtsalane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yonke into yakhe ke uPotifare wayinikela elulawulweni lukaJosefu, akwabikho nto yimbi azikhathaza ngayo ngaphandle nje kokuthatha icephe atye. UJosefu wayemile kakuhle, eyinzwana yomfana.