Genesis 4:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WADA u‐Adame wazi u‐Eva umfazi wake, owakaulayo, wazala u‐Kayine, wati: Ndizuzile indoda kuyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uAdam wamazi uEva umkakhe; wamitha wazala uKayin, wathi, Ndizuze indoda ngoYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAdam wamazi uEva umkakhe; wamitha, wazala uKayin, wathi, Ndifumene indoda kuYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAdam wadibana nomkakhe uEfa, waza wakhulelwa. Wazala umntwana oyinkwenkwe, waza wathi: “Ndifumene inkwenkwe ngoncedo *lukaNdikhoyo.” Wamthiya igama ke, wathi nguKayen.