Genesis 4:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, undigxotile namhla ebusweni bomhlaba, ndandiya kufihlelwa nobuso bako: ndoba lidungadunga nebadubadu emhlabeni; kwakuya kuti, osukuba endifumana wondibulala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, undigxdothile namhla phezu komhlaba; ndiya kusithela nasebusweni bakho, ndibhadule ndiphalaphale ehlabathini bathi bonke abantu abandifumanayo bandibulale.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, undithumile namhla ehlabathini; ndiya kuzifihla ebusweni bakho; kwaye ndiya kuba sisibhadubhadu nesibhadubhadu ehlabathini; kwaye nabani na ondifumanayo uya kundibulala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyandigxotha ngoku emhlabeni, ndibe kude nawe. Ngoku ndiza kuba ngudingezweni, yaye wonke ubani odibana nam uya kundibulala.”