Genesis 4:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza walekela ukuzala umninawe wake u‐Abele. Kekaloku u‐Abele waba ngumalusi wezimvu, koko u‐Kayine ebengumlimi womhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphinda wazala umninawa wakhe, uAbheli; uAbheli waba ngumalusi wezimvu, uKayin waba ngumsebenzi womhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazala naye uAbheli umninawa wakhe. Ke uAbheli waba ngumalusi, uKayin engumlimi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphinde wazala inkwenkwe: uAbheli. UAbheli wayengumfuyi weempahla, yena uKayen engumlimi.