Genesis 4:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye n‐Hada wazala u‐Yabali: nguye obenguyise wabahlala ezintenteni, nowabafuya inkomo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAda wazala uYabhali yena waba nguyise wabahlala ezintenteni, nabafuyileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAda wazala uYabhali; waba nguyise wabahlala ezintenteni nabalusi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAda wazala uYabhali, ongukhokho kwabo babehlala ezintenteni, bengabafuyi.