Genesis 4:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
No‐Tsila, kwa naye wazala u‐Tubali‐kayine, umkandi wazo zonke impahla zobedu nesincete: udade ka‐Tubali‐kayine waengu‐Nahama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UZila uthe naye wazala uTubhalekayin, obekhanda yonke impahla enobukhali yobhedu nesinyithi; udade woTubhalekayin ebenguNahama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uZila wazala uTubhali-kayin, obengumfundisi kuzo zonke iingcibi zobhedu nesinyithi; Udade boTubhalikayin ibinguNahama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UZila wazala uThubhali-kayen, owayengumkhandi wezixhobo zokusebenza ezenziwa ngobhedu nangentsimbi. Wayenodade wabo uNama.