Genesis 4:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba u‐Kayine wopindezelelwa ngokusixe̔nxe, kwoba ngokungamashumi asixe̔nxe anesixe̔nxe aya kupindezelelwa u‐Lameki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa uKayin aya kuphindezelwa kasixhenxe, Yena uLameki uya kuphindezelwa kamashumi osixhenxe anesixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uKayin uya kuphindezelwa kasixhenxe, uLameki wophindezelwa kamashumi asixhenxe anesixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukuba umntu wohlwaywa kasixhenxe ngokubulala uKayen, ngamashumi asixhenxe anesixhenxe ngokubulala uLameki.”