Genesis 4:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wati ku‐Kayine: Upina u‐Abele umninawe wako? Wayesiti: Andazi: ndingumgcini womninawe wam yinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuKayin, Uphi na uAbheli, umninawa wakho?Wathi yena, Andazi; ndingumgcini womninawa wam, yini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuKayin, Uphi na uAbheli, umninawa wakho? Athi: Andazi: ndingumgcini kabhuti wam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uthe kuKayen: “Uphi uAbheli umntakwenu?” Wathi uKayen ukuphendula: “Andazi. Ndingumalusi womntakwethu mna kakade?”