Genesis 40:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute emveni kwezizinto, umncamli wokumkani we‐Jipete, naye umoji, bona ngakuyo inkosi yabo, ukumkani we‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni kwezi zinto, umngcamli wokumkani waseYiputa, nomoji wezonka zakhe, bayona inkosi yabo, ukumkani waseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi emveni koko, umngcamli wokumkani waseYiputa, nompheki wakhe, bamona ukumkani wabo, ukumkani waseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kwexesha injoli kakumkani waseJiputa, kunye nombhaki oyintloko, bayona inkosi yabo ukumkani.