Genesis 40:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nasesityeni sapezulu intlobo zonke zokutya kuka‐Faro, umsebenzi womoji; zaza intaka zazidla kwa sesityeni esasipezu kwentloko yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
engobozini ephezulu kukho izidlo ngezidlo zonke zikaFaro ezingumsebenzi womoji-zonka, iintaka zisidla kweyona ngobozi iphezulu entlokweni yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Engobozini ephezulu kukho iintlobo zonke zokutya okuphekiweyo kukaFaro; zasidla iintaka engobozini ephezu kwentloko yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwephezulu ibhaskiti bekukho zonke iindidi zokutya kukakumkani okwenziwa ngumbhaki, kwafika iintaka zakuxhola.”