Genesis 40:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa umpati wabancamli akamkumbulanga u‐Josefe, wamlibala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umphathi wabangcamli akamkhumbulanga uYosefu, wamlibala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa umphathi wabangcamli akazange amkhumbule uYosefu, kodwa wamlibala nje.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa injoli yamlibala kwaphela uJosefu.