Genesis 41:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute ekupeleni kwexesha leminyaka mibini, wandula u‐Faro wapupa; kekaloku bona ke, wayemi ngasemlanjeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekupheleni kweminyaka emibini ezeleyo, uFaro waphupha emi phezu komlambo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, kwakuzaliseka iminyaka emibini, uFaro waphupha, wambona emi phezu komlambo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwadlula iminyaka yamibini, ukumkani waseJiputa waphupha emi ngakumlambo iNayile,