Genesis 41:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula watuma u‐Faro wabiza u‐Josefe; baya bamkupa ngobunxamo esihogweni; waza waguya, waguqula izivato zake, wangena ku‐Faro.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UFaro wathumela, wambiza uYosefu. Bamgidimisa ukumkhupha emhadini; wazicheba, wanxiba ngubo zimbi, weza kuFaro.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uFaro wathumela ukuba kubizwe uYosefu. Wazicheba, wanxiba iingubo zakhe, wangena kuFaro.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wathi makabizwe uJosefu, waza ngoko nangoko wakhululwa entolongweni. Akuba etshevile, wanxiba kakuhle, wasiwa kukumkani.