Genesis 41:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Faro ku‐Josefe: Ndipupile ipupa, kanti akuko mntu ongalityilayo: kendivile kodwa ngawe ukuti, uyaqonda ipupa ukulityila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uFaro kuYosefu, Ndiphuphe iphupha, akukho bani unokulityhila; mna ndive kusithiwa ngawe, uyaliva iphupha ulityhile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uFaro kuYosefu, Ndiphuphe iphupha, akwabakho mntu ulityhilayo; ndikuve usithi uyaliqonda iphupha ulitolike.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi ukumkani kuJosefu: “Ndinephupha ekungekho bani ube nako ukulichaza. Ke ndivile ukuba uyakwazi ukuchaza amaphupha.”