Genesis 41:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Josefe wapendula ku‐Faro, esiti: Akuko kum oko. Utixo wopendula u‐Faro ngoxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wamphendula uFaro, esithi, Akunam; uThixo uya kuphendula into yokumsindisa uFaro.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wamphendula uFaro, wathi, Andinguye; uThixo uya kumphendula uFaro ngoxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosefu uphendule ngelithi: “Mhlekazi, andikwazi kuchaza maphupha, koko nguThixo oya kuchazela ukumkani iphupha lakhe.”