Genesis 41:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ezazite, noko zingenileyo esiswini sazo, akwaziwa ukuba zingenile esiswini sazo; ngokuba ukubonakala kwazo bekukubi njengasekuqaleni. Ndandula ukuvuka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
angena embilinini wawo akwazeka ukuba angenile embilinini wawo; imbonakalo yawo yambi, njengasekuqaleni. Ndaphaphama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuba ke basidla, akwaziwa ukuba bayidlile; kodwa babesebabi njengakuqala. Ndiye ndaphakama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ayikhange ibonakale loo nto, kuba zasala ziyiloo migqutsuba kwanjengangaphambili. Ndaphaphama ke.