Genesis 41:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Eli lilizwi endilitetileyo ku‐Faro: Oko utixo aza kukwenza, umbonisile u‐Faro kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lelo lizwi ndilithethileyo kuFaro lokuthi: oko aya kukwenza uThixo ukubonisile kuFaro.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lilo eli ilizwi endalithethayo kuFaro lokuthi, oko aya kukwenza uThixo, uya kukubonisa uFaro.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kunjengokuba besenditshilo, mhlekazi, uThixo ubekuxelela into aza kuyenza.