Genesis 41:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandule ukusuka iminyaka isixe̔nxe yendlala emva kwayo; bude bulityalwe bonke obobuninzi elizweni le‐Jipete; iti ke indlala igqibele ilizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ze kuvele iminyaka esixhenxe yendlala emva kwaleyo, ilityalwe yonke indyebo ezweni laseYiputa, indlala iligqibe ilizwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kwaleyo kuya kubakho iminyaka esixhenxe yendlala; ilityalwe yonke indyebo ezweni laseYiputa; nendlala iya kulidla ihlabathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
emva koko kubekho iminyaka esixhenxe yendlala; yaye yonke loo minyaka yendyebo iya kuba ngathi ayizange yabakho ngenxa yendlala eya kuligqiba lonke ilizwe.