Genesis 41:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo abuyi kwaziwa ubuninzi obo elizweni, ngenxa yaleyondlala ibulandelayo; ngokuba iya kuba nzima kunene yona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ingaziwa indyebo elizweni, ngenxa yaloo iya kubakho emva kwayo, kuba iya kuba nzima kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ayiyi kwaziwa inala ehlabathini, ngenxa yendlala eya kulilandela; kuba kuya kuba nzima kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Koba ngathi akuzange kubekho ntlutha, kuba indlala eyolandela yoba yeyoyikekayo.