Genesis 41:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makati kaloku u‐Faro afune indoda enokuqonda elumkileyo, ayimise pezu kwalo ilizwe le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko uFaro makakhangele indoda eyingqondi, esisilumko, ayimise phezu kwelizwe laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uFaro makakhangele indoda esisilumko, esisilumko, ayimise phezu kwelizwe laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoko ke, mhlekazi, khetha indoda elumkileyo, enamava, uyenze umphathiswa kweli lizwe.