Genesis 41:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Faro wati ku‐Josefe: Ekubeni utixo ekwazisile konke oku, akuko mntu ongangawe ekuqondeni nasekulumkeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UFaro wathi kuYosefu, Ekubeni uThixo ekwazisile konke oku, akukho bani uyingqondi, usisilumko, njengawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uFaro kuYosefu, Ekubeni uThixo ekwazisile zonke ezi zinto, akukho bani usisilumko, unengqondo, njengawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubhekise kuJosefu ke ukumkani, wathi: “Nguwe oyiboniswe nguThixo le nto yonke. Kucacile ke ukuba asinakubuya sifumane mntu wumbi onobulumko namava, ingenguwe.