Genesis 41:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woba wena upezu kwendlu yam, nangelizwi lako baya kuzilungisa bonke abantu bam; kupela eteroneni ndiya kuba mkulu kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuba phezu kwendlu yam wena, bawuthobele umlomo wakho bonke abantu bam; kusetroneni yodwa endiya kuba mkhulu kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena uya kuba yingangamsha yendlu yam, bazimase bonke abantu bam ngokwelizwi lakho; kusetroneni yodwa endiya kuba mkhulu kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kwenza wena ube ngumphathiswa elizweni lam. Bonke abantu bam baya kuthobela wena. Igunya lakho liya kuba ngaphantsi kwelam qha.