Genesis 41:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wamkwelisa kweyesibini inqwelo abenayo; kwaza kwadandulukwa pambi kwake ngokuti: Guqa ngedolo! Wenje njalo ke ukummisa pezu kwalo lonke ilizwe le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamkhwelisa enqwelweni yesibini abenayo, kwamenyezwa phambi kwakhe, kwathiwa, Guqani! Wammisa phezu kwalo lonke ilizwe laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamthabatha kweyesibini inqwelo abenayo; Badanduluka phambi kwakhe, besithi, Qubudani; wamenza umphathi welizwe lonke laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamnika enye yeenqwelo zakhe ukuba ajikeleze ngayo njengesekela likakumkani. Wamnika namaphakathi okuhamba emgabulela izigcawu endleleni esithi: “Shenxani nikhahlele!” Wamiselwa ke uJosefu, waba ngumphathiswa waseJiputa.