Genesis 41:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Faro ku‐Josefe: Mna ke ndinguye u‐Faro; kodwa ngapandle kwako akuko mntu oya kupakamisa isandla sake nonyawo lwake kulo lonke ilizwe le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uFaro kuYosefu, NdinguFaro; ngaphandle kwakho, akukho bani uya kuphakamisa sandla sakhe, nalunyawo lwakhe, ezweni lonke laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uFaro kuYosefu, NdinguFaro;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ukumkani kuye: “Ukumkani ndim, ndithi ke akukho bani kulo lonke elaseJiputa oya kwenza nto engakhululelwanga nguwe.”