Genesis 41:48 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabuta konke ukutya kwa le minyaka isixe̔nxe, eyabiko elizweni le‐Jipete, wakubeka ukutya ezixekweni: ukutya kwamasimi esixeko, lawo asingqongayo, wakubeka pakati kwaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakubutha konke ukudla kweminyaka esixhenxe ebikho ezweni laseYiputa, wakubeka ukudla kuyo imizi; ukudla kwamasimi abewungqongile umzi, wakubeka phakathi kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakubutha konke ukudla kweminyaka esixhenxe eyayikho ezweni laseYiputa, wakubeka ukudla emizini; ukudla kwamasimi ekupheleni kwemizi ngemizi, wakubeka khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasivalela koovimba isivuno uJosefu kuzo zonke iidolophu. Kwidolophu nganye wayeqokelela ukutya okuvunwe kumasimi alapho.