Genesis 41:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kuzalwa ku‐Josefe onyana bababini, ingekatiki iminyaka yendlala, abemzalela bona u‐Asenate, intombi ka‐Potifera, umperisite we‐One.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wazala oonyana bababini, wabazalelwa nguAzenati, intombi kaPotifera, umbingeleli waseOn, ingekafiki iminyaka yendlala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wazala oonyana bababini, wabazalelwa nguAzenati, intombi kaPotifare, umbingeleli wamnye, ingekafiki iminyaka yendlala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAsenati intombi kaPotifera, umbingeleli waseOni, wazalela uJosefu oonyana ababini ngaphambi kwendlala.