Genesis 41:51 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Josefe wabiza igama lowamazibulo ngo‐Manase: Ngokuba utixo, watsho, endilibalisile lwonke usizi lwam, kwa nayo yonke indlu kabawo..
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase; ngokuba wathi, UThixo undenze ndakulibala konke ukwaphuka kwam, nayo yonke indlu kabawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wamthiya owamazibulo igama elinguManase, ngokuba wathi, uThixo undenze ndakulibala konke ukwaphuka kwam, nayo yonke indlu kabawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unyana olizibulo wathi igama lakhe nguManase, kuba esithi: “UThixo undiphumzile ndatsho ndazilibala iinkxwaleko zam, andawakhumbula namawethu.”