Genesis 41:52 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Negama lowesibini walibiza ngo‐Frayime: Ngokuba utixo, watsho, undicumisile elizweni lokubandezelwa kwam..
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Owesibini wamthiya igama elinguEfrayim; ngokuba wathi, UThixo undiqhamisile ezweni leentsizi zam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Owesibini wamthiya igama elinguEfrayim, ngokuba uThixo wandihambisa emhlabeni weembandezelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Owesibini unyana wathi nguEfrayim, kuba esithi: “UThixo undiphe inzala kwilizwe endihlupheke kulo.”