Genesis 41:56 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaye indlala ibako pezu kwobuso bonke bomhlaba. Waza u‐Josefe wavula zonke indawo ebekubekelwe kuzo, watengisa kuma‐Jipete; ngokuba indlala ibinamandla elizweni le‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indlala yaba sezweni lonke; uYosefu wazivula zonke izindlu ezinokudla, wathengisa ngengqolowa kumaYiputa; kuba indlala yaba namandla ezweni laseYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlala yaligubungela lonke ihlabathi; uYosefu wazivula zonke izisele, wathengisa ngamaYiputa; yaba nkulu indlala ezweni laseYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yakhula indlala, yaligqiba lonke elaseJiputa. Wabavula ke oovimba uJosefu, wawathengisela ingqolowa amaJiputa.