Genesis 41:57 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asuka amazwe onke eza e‐Jipete, ku‐Josefe, ukuza kutenga; ngokuba indlala ibinamandla emazweni onke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lesuka ilizwe liphela, leza kuthenga ingqolowa kuYosefu eYiputa, kuba indlala ibinamandla kulo lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lesuka ilizwe liphela, leza kuthenga ingqolowa kuYosefu eYiputa; ngokuba ibinkulu indlala kumazwe onke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babevela ngeenkalo zonke abantu elizweni, beze kuthenga ingqolowa kuJosefu, kuba indlala yayiligqugqisile lonke.