Genesis 42:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oku niya kulingwa. Bomi bo‐Faro! aniyi kupuma kule ndawo, kupela ekuzeni kwomninawe wenu omncinane apa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niya kucikidwa ngale ndawo: ehleli nje uFaro, anisayi kuphuma apha, ukuba akathanga eze apha umninawa wenu omncinane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niya kucikidwa ngale ndawo: Ehleli nje uFaro, anisayi kuphuma apha, ukuba akathanga eze apha umninawa wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Niyabona ke, ndiza kunivavanya ngolu hlobo: ndifung' ukumkani, anisayi kube nimke apha kude kuze loo mninawa wenu.