Genesis 42:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Josefe ngomhla wesitatu wati kubo: Kwenzeni oku, nize nidle ubomi; utixo ndimoyika nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wathi kubo ngomhla wesithathu, Yenzani oku, niphile; kuba ndiyamoyika uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYosefu kubo ngomhla wesithathu, Yenzani oku, ukuze niphile; ngokuba ndiyamoyika uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngolwesithathu usuku uJosefu wathi kubo: “Ndingumntu omoyikayo uThixo. Ke ndiza kunisindisa, kodwa phantsi kwalo mqathango: