Genesis 42:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Bona ke, ndivile ukuba kuko inqolowa e‐Jipete; hambani nihlele kona, nisitengele kwa lapo, size sidle ubomi, singafi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Yabonani, ndivile ukuba kukho ingqolowa eYiputa;yihlani niye khona, nisithengele ingqolowa, siphile, singafi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Yabonani, ndivile ukuba kukho ingqolowa eYiputa; yihla uye khona, usithenge khona; ukuze sidle ubomi, singafi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndivile mna ukuba iyafumaneka eJiputa ingqolowa. Yiyani kuyithenga khona, singafi yindlala.”