Genesis 42:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabapendula u‐Rubene, esiti: Bendingatsho na kuni ukuti: Ningamoni umfana; naye ningeva ke? Ngako, bona ke, negazi lake liyabuzwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabaphendulu uRubhen esithi, Ndabe ndingatsho na kuni ukuthi, Musani ukumona umfana? Anaphulaphula; yabonani ke, igazi lakhe liyabizwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaphendula uRubhen, wathi, Bendingathethanga kuni; ndithe, Musa ukona, mntwana wam; kwaye ubungafuni nokuva? ke ngoko, yabonani, nalo igazi lakhe liyabizwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uRubhen: “Ndandingatshongo kuni ukuba ningayenzakalisi laa ntwana? Ke nina aneva. Nasi ke ngoku isiphumo: igazi lakhe liyathetha.”