Genesis 42:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bengazi ukuba u‐Josefe uyeva; ngokuba bekuko ikumsha pakati kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babengazi bona ukuba uYosefu uyeva, kuba kwakumi umkhumshi phakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babengazi bona ukuba uYosefu ubevile; ngokuba wayethetha kubo ngetoliki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosefu wayeyiva into ababeyithetha, nto nje bona babengayazi loo nto, kuba yena wayethetha nabo ngetoliki.