Genesis 42:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
singabazalwana abalishumi linababini, onyana bobawo wetu; omnye akaseko, nomncinane ukwa nobawo namhla ezweni le‐Kanane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
asizizo iintlola, singabazalwana abalishumi elinababini, oonyana bakabawo; omnye akakho, omncinane ukubawo namhla, ezweni lakwaKanan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
singabazalwana abalishumi elinababini, oonyana bakabawo; omnye akakho, omncinane ukubawo namhlanje ezweni lakwaKanan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Singoonyana bomntu omnye abalishumi elinambini bebonke. Nto nje omnye akasekho; yena untondo usele noyise eKanana.’ ”