Genesis 42:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nize nimzise umninawe wenu omncinane kum; ndandiya kukwazi ukuba anizizo intlola, koko ningabo abenyaniso: umzalwana wenu ndiya kumnikela kuni, naniya kutenga elizweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nimzise umninawa wenu omncinane kum, ndize ndazi ukuba ninyanisile, anizizo iintlola; ndimnikele kuni umzalwana wenu, nirhwebe ezweni apha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mziseni umninawa wenu kum; ndiya kwazi ke ngoko, ngokuba anizizo iintlola, ningabantu bokwenene; Ndiya kukukhulula ngentlawulelo mna, mzalwana wam, urhwebe kweli lizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ze nize nomninawa wenu kum. Nantso ke into eya kwenza ndiqonde ukuba ngenene anizizo iimpimpi. Ndomkhulula umntakwenu, nani namkeleke kweli lizwe.’ ”