Genesis 42:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo u‐Yakobi uyise wabo: Mna ke nindihlutile abantwana bam; u‐Josefe akaseko, no‐Simone akaseko, no‐Benjamine niya kumsusa: zonke ezizinto zi nzima pezu kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo uYakobi uyise, Nindihluthe abantwana; uYosefu akakho, uSimon akakho, niza kuthabatha noBhenjamin; zikhwele kum zonke ezo zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo uYakobi uyise, Ndibathabathile abantwana bam; uYosefu akakho, noSimon akakho; niza kuthabatha noBhenjamin; zonke ezo zinto zichasene nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo uYakobi: “Kutheni ngathi nifuna ndilahlekelwe ngabantwana bam bonke nje? Waya ngaphi uJosefu; ephi yena uSimon? Ngoku nifuna uBhenjamin! Kuyo yonke loo nto ndim obulalekayo.”